river - umlambo
Part of speech | noun |
---|---|
Plurality | singular |
Noun class | um/imi |
Example sentences
-
English
A river is a quiet and a peacful place to chill.
IsiXhosa
Umlambo yindawo ethuleyo nezolileyo ongazipholela kuyo.
-
English
There is no water in this river.
IsiXhosa
Akukho manzi kulo mlambo.
-
English
This river's water is dirty is dirty.
IsiXhosa
Amanzi alo mlambo amdaka.
Link type | Other word |
---|---|
Singular or plural form | rivers - imilambo (plural noun - class um/imi) |
Related meaning | waterfall - ingxangxasi (noun - class i(n)/i(z)in) |
Contributors
- Cael Marquard
- Jacob Lund
- Gcingca Luvo