glaciers - iintabamkhenkce

Word information
Part of speech noun
Plurality plural
Noun class i(n)/i(z)in
Note Source: T Matomela

Example sentences

  • English

    Around two and a half billion years ago, glaciers moved from the poles towards the equator, grinding and destroying the rocks as they went. They pushed big piles of dirt and ground up rock in front of them, like giant bulldozers.

    IsiXhosa

    Kwisithuba seminyaka ezizigidigidi ezibini ezinesiqingatha eyadlulayo, iintabamkhenkce zaqalisa ukushukuma, ziphuma kwiincam zehlabathi ezisemantla nasemazantsi., zijolise kuMbindi-mda. Ezi ntabamkhenkce zigubile, zatshabalalisa, amatye njengokuba zihamba, zityhala iimfumba ngeemfumba zamabibi zigraya kwalitye elisendleleni yazo, kanye oku kogandaganda omkhulukazi odilizayo.

Contributors
  • Cael Marquard
Datasets
  • Chosi Ndabazomhlaba (CC BY-SA 4.0)

    Authored by ⁨Sinelethu Hashibi, Rosalie Tostevin, Ayabonga Mtsotso, and Fikiswa Magqashela⁩. Associated with ⁨University of Cape Town (funded by European Geoscience Union)⁩.

    Sharing stories about the South African geological record in isiXhosa