umbindi-mda - equator
Part of speech | noun |
---|---|
Plurality | singular |
Noun class | um/imi |
Example sentences
-
English
Around two and a half billion years ago, glaciers moved from the poles towards the equator.
IsiXhosa
Kwisithuba seminyaka ezizigidigidi ezibini ezinesiqingatha eyadlulayo, iintabamkhenkce zaqalisa ukushukuma, ziphuma kwiincam zehlabathi ezisemantla nasemazantsi, zijolise kuMbindi-mda.
Link type | Other word |
---|---|
Related meaning | centre - umbindi (noun - class um/imi) |
Contributors
- Cael Marquard
Datasets
-
Chosi Ndabazomhlaba (CC BY-SA 4.0)
Authored by Sinelethu Hashibi, Rosalie Tostevin, Ayabonga Mtsotso, and Fikiswa Magqashela. Associated with University of Cape Town (funded by European Geoscience Union).Sharing stories about the South African geological record in isiXhosa